Zahara - Izintaba Lyrics






Ngapha nangapha ndiv' amagama am
Bayandibiza, ndiv' ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Ngapha nangapha ndiv' amagama am
Bayandibiza, ndiv' ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Kodwa ndinethamsanqa

Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum

Ndivuke kubalel' engqondweni yam
Ndipheth' intliziyo yam ngenzandla
Kodw' ithemba lam likhona
Kuzoba luhlaza ngomso
Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza

Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum

Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza

Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
...





Other Lyrics by Artist

Rand Lyrics

Last Posts

Zahara Izintaba Comments
  1. m.... s....

    In 2020 still here..

  2. R.... M....

    Meaning and lyrics please

  3. A.... V....

    I like that songs sayz zonkintabaziwela kum

  4. D.... C....

    🎼🎵🎶🌻👍👌👏💐🎶🎵🎼

  5. S.... S....

    I love you ntombi yhoo😙😙😙😙

  6. A.... L....

    Nice music

  7. s.... s....

    I got great love for this sister.

  8. M.... N....

    I love this song very much,Zahara keep up the good music babe.

  9. N.... T....

    Zahara whether they discredit or credit you..I will never stop listening to your Songs...keep the good work up

  10. S.... R....

    uyangichaza sisi

  11. X.... X....

    woooooow hayi dlala Zahara ..zonke ntaba ziwela kum

  12. n.... b....

    I am still here 2019

    n.... b....

    You are great sis😍😍😍

  13. A.... B....

    hayi nomzazaza ithi mandilile kelena ingoma

    A.... B....

    Nice music

  14. B.... g....

    bebecinga ndizoyekelela vuke kubelele Nyan themba lam Iikhona

  15. W.... C....

    The Artist. This is a masterpiece, keep it up Zahara.

  16. E.... M....

    Pina e e monster aaaahhh o swele girl

  17. S.... M....

    African Queen

  18. N.... P....

    I love u Zahara.iwesi lengoma Suke kuthi mandilile.

  19. K.... O....

    i really like yu

  20. B.... M....

    nice songs, uyishayile sisi

  21. N.... P....

    bulelwa ntombi yoxhosa imandi legoma halahala

  22. T.... Z....

    Wow nice songz cc i lyk ur voice keep it up ntombi yomxhosa

  23. E.... J....

    Music should be very simple and stress-free. I feel this way since I discovered Zahara. Beautiful indeed!