Amanda Black - Separate Lyrics




Bendithi sofa silahlane
Sihlezi sthandane
And never separate
And never separate

Bendithi sofa silahlane
Sihlezi sthandane
And never separate
And never separate

Ndicel' undixelele, ndikwenzeni na?
Ndikunik' uqobo lwam, ndakwakhel' umzi
That was not enough
Ndikuthande ngokwenyaniso
Ndakunik' abantwan' abahle

Njengob' into zakho zingahambi kahle
Uzoth' uloyiwe
Njengob' into zakho zingahambi kahle
Uzoth' uloyiwe

Iinyembezi zam aziweli phansi
Iinyembezi zam aziweli phansi
Uzondikhumbula, uzondkhumbula
Uzondkhumbula ndingasekho

Sofa s'lahlane, sihlezi sthandane
And never separate
And never separate

Bendithi sofa slahlane
Sihlezi sthandane and never separate
And never separate





Other Lyrics by Artist

Rand Lyrics

Amanda Black Separate Comments
  1. Bongiwe Ngqokola

    Mbali 😭😭🎵🎵🎸🎹

  2. Bongiwe Ngqokola

    💔💔

  3. Lihle Bengu

    Amanda Black makes the best soulful music. I love you, Amanda

  4. yummy honey

    inyembezi zam' aziweli phantsi...

  5. Zandile Kafile

    💔💔💔